Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Imithetho • Umbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa
Kumnandi ukubuka iindwendwe Kwizinto Ezinokonwatyelwa zakwa-Airbnb, kodwa zikhona izinto ekufuneka zenziwe nemithetho esebenzayo kwizinto ezenziwayo ezahlukeneyo. Siqokelele izinto onokuzifumanisa ziluncedo.