Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Imithetho • Umbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa
Kumnandi ukubuka iindwendwe Kwizinto Ezinokonwatyelwa zakwa-Airbnb, kodwa zikhona izinto ekufuneka zenziwe nemithetho esebenzayo kwizinto ezenziwayo ezahlukeneyo. Siqokelele izinto onokuzifumanisa ziluncedo.
Imithetho • Umbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa
Kumnandi ukubuka iindwendwe Kwinto Enokonwatyelwa yakwa-Airbnb, kodwa zikhona izinto ekufuneka zenziwe nemithetho esebenzayo kwizinto ezenziwayo ezahlukeneyo. Siqokelele izinto eziluncedo ezinokukunceda.
Imithetho • Umbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa
Kumnandi ukubuka iindwendwe Kwinto Enokonwatyelwa yakwa-Airbnb, kodwa zikhona izinto ekufuneka zenziwe nemithetho esebenzayo kwizinto ezenziwayo ezahlukeneyo. Siqokelele izinto onokuzifumanisa ziluncedo.
Imithetho • Umbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa
Imithetho neelayisensi—nantsi enye inkcazelo yokukunceda uqalise ukufunda ngezinto onokuzidinga ukuze ube Ngumbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa yakwa-Airbnb kwingingqi yakho.
Imithetho • Umbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa
Imithetho neelayisensi—nantsi inkcazelo eluncedo yokukunceda uqalise ukufunda ngezinto onokuzidinga ukuze ube nguMbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa yakwa-Airbnb kwingingqi yakho.

Imithetho yasekuhlaleni iyahluka, ibe ababuki zindwendwe kulindeleke ukuba bayazi nantoni na enokuchaphazela Into yabo Enokonwatyelwa okanye Yokuzonwabisa yakwa-Airbnb.
Imithetho • Umbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa
Kusenokuba nzima ukuyiqonda irhafu ibe ufanele uzinike ixesha lokuqonda imithetho esebenzayo kuwe nakwimeko yakho.
Ababuki zindwendwe bakwa-Airbnb bayazibophelela ukuba izinto zabo ezinokonwatyelwa zibuxabisa kakhulu ubomi bezilwanyana ezithatha inxaxheba ibe balandela izikhokelo zokuhusela izilwanyana.