Siyaxolisa, ezinye iindawo zewebhusayithi ye-Airbnb azisebenzi kakuhle xa ungayivumelanga i-JavaScript.
Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Kulula ukubhukisha Into Enokonwatyelwa yakwa-Airbnb! Ungakhetha isixeko esithile neentsuku okanye ubuke zonke izinto ezinokonwatyelwa. Ungalibali, ukufumaneka kwento enokonwatyelwa kuxhomekeke kuMbuki Zindwendwe ngamnye.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Funda icandelo elithi “Yintoni equkiweyo” okanye “Izinto endiza kuza nazo” kwiphepha lento enokonwatyelwa ukuze wazi ukuba umele ulindele ntoni.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Amaqela abucala akuvumela ukuba ubhukishe zonke iindawo zeNto Enokonwatyelwa ngosuku nangexesha elithile efumaneka ngalo.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ukuba ubhukisha into enokonwatyelwa, ungathumelela bonke abantu abaza kuba nenxaxheba kuyo apho baza kukwazi ukufumana indawo yabo. Bakugqiba nje ukwenza loo nto, baza kufakwa ekubhukisheni.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Sebenzisa izihluzi ukuze ukhethe izinto ozidingayo Kwizinto Ezinokonwatyelwa. Njengesiqhelo, ungaqhakamshelana ngqo noMbuki Zindwendwe ukuze ubuze imibuzo.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Xa umenyelwa kwinto enokonwatyelwa kwi-intanethi yabucala, uza kufumana ilinki kumntu obhukishe into enokonwatyelwa ukuze ufumane indawo yakho.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Qhakamshelana nombuki zindwendwe ukuze ucele ukubhukisha usuku okanye ixesha elingafakwanga kwikhalenda yakhe. Uza kusihlola aze asamkele okanye angasamkeli isicelo sakho.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Umbuki Zindwendwe usenokuba neqela lokumncedisa Kwinto Enokonwatyelwa yakhe. Iindwendwe ziza kuchazelwa ngezinto eliza kuzenza kumyalezo weqela.
Umbhalo Osemazantsi Kwiwebhusayithi Icandelo lombhalo osemazantsi Khetha ulwimi isiXhosa (ZA) Khetha uhlobo lwemali R ZAR Khetha ulwimi isiXhosa (ZA) Khetha uhlobo lwemali R ZAR Khetha ulwimi isiXhosa (ZA) Khetha uhlobo lwemali R ZAR