Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Sikhuthaza ababuki zindwendwe ukuba bacingisise kakuhle ngezinto ekufuneka bazenze. Ukubuka iindwendwe kufuna uzibophelele kubamelwane nasekuhlaleni.
Ipolisi yokungacaluli ka-Airbnb yenzelwa ukuze kukhuselwe intsapho yethu, ibe asizithathi lula tu iingxelo zokucalula.
Khetha indawo ethi Xela le ndlu kuyo nayiphi na indlu ekuAirbnb.
UAirbnb unikezela ngenkqubo yokuba abantu abamsebenzisayo, Amalungu nabanye abantu baxele nayiphi na into ekrokrelwa ukuba ayikho semthethweni ekwiwebhusayithi yethu. Le nkqubo yokufaka ingxelo ifumaneka ebantwini abahlala e-EEA.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Izikhokelo Zababuki Zindwendwe zaxa ummelwane exela ingxaki.
Ukukhuseleka kwakho kubalulekile kuthi. Ukuba unengxaki ebudeni Bento yakho Enokonwatyelwa, nceda usazise.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ukuba kuvela nantoni na engalindelekanga ngoxa usahleli, qala uthumele umyalezo kumbuki zindwendwe wakho ukuze nincokole ngesisombululo. Kusenokwenzeka ukuba angakunceda ukwazi ukuyilungisa loo ngxaki. Ukuba umbuki zindwendwe wakho akakwazi ukunceda okanye ufuna ukucela ukubuyiselwa imali, sikhona ukuze sikuncede.