Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Eyeendwendwe ezikwizinto ezinokonwatyelwa
Izikhokelo zokuzigcina ukhuselekile ngokuhambiselana nezinto ezifunekayo kulo ngingqi, ngoxa ujonge onke amacebiso nemiqathango yasekuhlaleni neyelizwe.
Izinto ekufuneka zenziwe ukuze kukhuselekwe ekhitshini, kuquka inkcazelo yokuphepha iingozi nokukhusela ukutya.
Yenza izinto ekufuneka uzenze zokukhusela ukutya, ukutya okubagulisayo abanye abantu, izinto ekufuneka bangazityi, uncedo lokuqala nokuzikhusela ekhitshini nakumlilo.
Ngaphambi kokubhukisha, funda ingcaciso ukuze wazi ukuba umele ulindele ntoni Kwinto Eyonwabisayo yakho. Funda ngokhuseleko, ukuzilungiselela nokukhetha eyona Nto Yonwabisayo ekulungeleyo.
Izinto ezinokonwatyelwa zaphandle zikunika ithuba lokwenza izinto ezingaqhelekanga ezisenokufuna ukuba uzilungiselele ngaphezu kokuba uqhele ukwenza suku ngalunye. Siyakuvuyela ukukunika amacebiso avela kwiingcali esisebenzisana nazo.
Hlola amacebiso okuzikhusela emlilweni noncedo lokuqala.