Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Sithatha amanyathelo okukhusela ukuthembakala kwewebhusayithi yakwa-Airbnb nawokunciphisa iingozi nokulahlekelwa ngenxa yobuqhetseba, ukuqhathwa kunye nokuxhatshazwa ngokwenza into ngabantu abaphula imithetho.
Idiphozithi inokufunwa nguAirbnb okanye Ngababuki Zindwendwe. Inokusekelwa kwizinto ezikhoyo kulo ndawo yokuhlala okanye ixesha lokubhukisha.
Ngokuqhelekileyo, ababuki zindwendwe abanakufuna iimali ezingakumbi bengasebenzisi iwebhusayithi ka-Airbnb ngaphandle kokuba loo nto igunyaziswe nguAirbnb ngokucacileyo.
Ngenxa yale mithetho yakutshanje, uAirbnb akasakwazi ukuphinda asebenze nokuthengiselana namaziko athile ezemali eRashiya naseBelarus.