Location via proxy:   [ UP ]  
[Report a bug]   [Manage cookies]                
Jump to content

ILobola

Livela

 

Ilobolo okanye ilobola ngesiZulu, isiXhosa, Swazi, Silozi, Shona kunye nesiNdebele sangasentla nasezantsi ( mahadi ngesiSuthu, mahari ngesiSwahili, magadi ngeSepedi neSetswana, lovola ngesiTsonga, kunye nomamalo nge Tshivenda ), ngamanye amaxesha kuthiwa " ubutyebi bomtshakazi " [1] [2] [3] okanye "ixabiso lomtshakazi" yimpahla yemfuyo okanye nokuba yeyoluphi uhlobo, athe lowo uza kuba ngumyeni, okanye intloko yentsapho yakhe, ithembisa ukuyinika intloko yentsapho yalowo uza kuba ngumfazi ebulela usapho lomtshakazi ngokukhulisa intombi yabo, nokuba bakhulule intombi yabo iyokwenda.

  1. Herbst, Marissa; Du Plessis, Willemien (2008) "Customary Law v Common Law Marriages: A Hybrid Approach in South Africa" Electronic Journal of Comparative Law 410 (1989): 1–15 
  2. Matthews, Z. K. (1940) "Marriage Customs among the Barolong" Africa: Journal of the International African Institute 13 (1): 1–24 doi:10.1017/S000197200001500X 
  3. Signe Arnfred, Sexuality & Gender Politics in Mozambique: Rethinking Gender in Africa