Location via proxy:   [ UP ]  
[Report a bug]   [Manage cookies]                
Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.

Izinto ezisisiseko

  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Ukubhukisha uhambo: into omele uyenze ukuba usemtsha

    Funda ngendlela yokubhukisha yakwa-Airbnb, indlela yokuqinisekisa ukubhukisha kwakho, izaphulelo ezikhethekileyo ezivela kuMbuki Zindwendwe ngqo, nokunye.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Ixesha elikude onokulibhukisha kwangaphambili

    Ukubhukishwa kunokwenziwa ukuya kutsho kwiminyaka eyi-2 ngaphambi kwexesha, nangona ukufumaneka kuxhomekeke kuMbuki Zindwendwe.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Ukubhukishela abahlobo nentsapho

    Xa umntu ebhukisha uhambo lwakhe kuAirbnb kufuneka kubhukishe lo mntu uza kuhlala kuloo ndlu.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Ukutyelela indawo ngaphambi kokuyibhukisha

    Sikhuthaza zonke iindwendwe ukuba zibhukishe zigqibe kuAirbnb ngaphambi kokuba zidibane nombuki zindwendwe ukuze ziqinisekise ukukhuseleka kwazo nezinto zazo eziyimfihlo.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Ukubhukisha iindawo zokuhlala apha naphaya

    Ukuhlala apha naphaya yindawo ekuvumela wahlule ukuhlala kwexesha elide phakathi kwezindlu ezimbini ezahlukeneyo.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Ukuhlala kwindawo ka-Airbnb endaweni yokurenta

    Fumana iindawo zokuhlala iintsuku eziyi-28 okanye ezingaphezulu kuAirbnb.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Ukuba lundwendwe olucingelayo

    Ukususela ekubaliseni ibali lakho kwindawo yokuchaza ngawe ukuya ekushiyeni izimvo ezinyinyani, ukudibana nabanye abantu bentsapho yethu kubalulekile xa uhamba kunye nathi.
  • Isikhokelo • Undwendwe

    I-AirCover yeendwendwe

    Zonke iindawo ezibhukishwayo ziba neAirCover yeendwendwe. Ukuba kukho ingxaki enkulu kwindawo yakho ka-Airbnb Umbuki Zindwendwe wakho angakwazi ukuyilungisa, siza kukunceda ufumane indawo efanayo, kuxhomekeka ekufumanekeni kwendawo enexabiso elifanayo, okanye siza kukubuyisela yonke okanye inxalenye yemali yakho.
  • Imimiselo esemthethweni

    I-AirCover yeendwendwe neinshorensi yohambo okanye yokubhukisha

    I-AirCover yeendwendwe yahlukile kwinshorensi yohambo okanye yokubhukisha. I-AirCover yeendwendwe ibakhona simahla qho kubhukishwa, ngoxa i-inshorensi yohambo (yeendwendwe eziseMerika, e-EU, naseUK) okanye i-inshorensi yokubhukisha (yeendwendwe eziseFR) inokuthengwa ngokwahlukileyo xa zibhatala.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Ukuba isicelo sakho sokubhukisha asigqibekanga

    Ukuqinisekiswa komntu ukuba ungubani, ukuhlolwa kokubhukisha, iingxaki zokubhatala neentsuku efumaneka ngazo indlu zezinye zezizathu ezinokubangela ukuba ungakwazi ukugqibezela ukubhukisha.