Location via proxy:   [ UP ]  
[Report a bug]   [Manage cookies]                
Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.

Iimfuno

  • Indlela yokuyenza

    Izinto ezifunekayo ukuze ubhukishe

    Emva kwezinto ezibalulekileyo (igama, i-imeyile nenombolo yefowuni) sifuna inkcazelo engakumbi ukuze ubhukishe indawo oza kuhlala kuyo.
  • Ipolisi yentsapho • Undwendwe

    Ubudala obufunwayo

    Kufuneka ubuncinane ube neminyaka eyi-18 ukuze ubhukishe okanye wamkele iindwendwe kwindawo yakho kuAirbnb.
  • Imithetho • Undwendwe

    Ukuhamba nabantwana

    Ewe, abantwana bangahamba ngoAirbnb, kodwa abanye Ababuki Zindwendwe bathi iindawo zabo zisenokungakhuseleki okanye zingabafaneli abantwana okanye iintsana.
  • Ipolisi yentsapho

    Ipolisi Yokulungela Wonke Umntu

    Intsapho yethu yakhelwe kwimigaqo yokungakhethi, yokuba ngowalapha nokuba nembeko, nto leyo equka ukwamkela nokuxhasa abantu abaneziphene. Ngokuqhelekileyo, iindwendwe ezifuna indawo yokuhlala neenkonzo ezifanelekileyo azifanele zicalulwe okanye zivinjwe inkonzo ngoxa zisebenzisa uAirbnb. Kwezinye iingingqi eziphantsi komthetho, imithetho isenokuzandisa okanye izinciphise izinto ezifanelekileyo Umbuki Zindwendwe amele abe nazo. Ababuki Zindwendwe neendwendwe kufuneka bayithobele le mithetho.
  • Imithetho • Undwendwe

    Ukubhukisha eCuba

    UAirbnb unikwe imvume ekhethekileyo Lisebe Lezemali laseMerika esivumela sinikele ngeenkonzo zokuhamba ezisemthethweni kubantu abangengabo abaseMerika abaya eCuba.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Ukubhukisha eJapan

    Fumana inkcazelo eza kukunceda ngezinto ekufuneka uzazi ngaphambi kokubhukisha indawo eJapan, kuquka inkcazelo oza kuyinika Umbuki Zindwendwe wakho.