Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Ii-invoyisi kunye neerisithi
Ababuki zindwendwe neendwendwe banokufumana ii-invoyisi zabo zeVAT kwiakhawunti yabo ka-Airbnb.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ungaya kwindawo yakho Yohambo ukuze ufumane iirisithi zexesha ubulihleli elidlulileyo.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ungazifumana iimali oseza kuzibhatala nosele uzibhatele kwindawo yakho Yokubhatala. Ziquka iimali ozibhatalele ukubhukisha Iindawo Nezinto Ezinokonwatyelwa ukususela ngo-2018 nako nakuphi na ukubuyiselwa kwemali okunento yokwenza nako.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Kwiinkcukacha zokubhukisha kwakho, uza kufumana indawo onokukhetha kuyo ukuziprinta okanye uzigcine ziyi-PDF.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Iirisithi esele zikhutshiwe azinakulungiswa. Ukuba kamva utshintsha izinto zize zinyuse okanye zehlise ixabiso lohambo lwakho okanye kubhatalwe imali ecwangcisiweyo, kuza kwenziwa irisithi entsha.
Ungadibanisa iakhawunti yakho ka-Airbnb nekaConcur Triplink uze ufumane iirisithi zokubhukisha kuAirbnb ngokuzenzekelayo kwiakhawunti yakho kaConcur.
I-eGUI yaseTaiwan iyakhutshwa nanini na kufuneka kubhatalwe iVAT yaseTaiwan kwiimali ezibhatalelwa ukusebenzisa uAirbnb okanye kwixabiso lendawo yokuhlala, kunye nezinye iimali zezinye izinto.