Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Imali oza kuyibuyiselwa ixhomekeka kwipolisi yokurhoxa yokubhukisha kwakho nexesha orhoxisa ngalo.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Nangona ibhatalwa phantse ngoko nangoko, imali ebuyiswayo eninzi ifika zingekapheli iintsuku eziyi-15, kodwa kwezinye iindlela zokubhatala neengingqi isenokuthatha ixesha elingakumbi.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Siza kuthumela nayiphi na imali ofanele uyibuyiselwe ngokuzenzekelayo kwindlela yokubhatala ubuyisebenzisile xa ububhukisha.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
IPolisi yethu Yokubhukisha Kwakhona Neyokubuyiselwa Kwemali Yondwendwe inokukukhusela xa indlu okanye izinto ezinokusetyenziswa zingeyiyo le nto ubuyilindele.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Izicelo zokubuyiselwa imali nokuba yimalini na zifanele zenziwe Kwiziko lethu Lezemali.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ixesha elithathwayo lemali ebanjiweyo nemele ibuyiswe ixhomekeke kwindlela yakho yokubhatala, ngoko alikwazi kukhawuleziswa.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Fumana iinkcukacha zezinto onokuzenza ukuba unengxaki yokuhamba ekubangela ungakwazi ukuyenza into enokonwatyelwa yakwa-Airbnb ube ungakwazi ukuyilungisa le ngxaki nombuki zindwendwe wakho.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ulindele ukubuyiselwa imali ngenxa yokurhoxisa eIndiya? Nceda uphawule ukuba iipolisi zasekuhlaleni zamakhadi okuthenga ngetyala zinokuchaphazela ixesha nendlela oyibuyiselwa ngayo imali yakho.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Funda okungakumbi ngokubuyiswa kwemali yakho yohambo okanye Into Enokonwatyelwa erhoxisiweyo.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Xa usebenzisa indlela yokubhatala kaKlarna, usenako ukurhoxa okanye ukutshintsha ukubhukisha—njengokutshintsha iintsuku zokufika nokuhamba, okanye ukongeza iindwendwe ezongezelelekileyo. Imali ebuyiswayo ibuyiswa ivela kuAirbnb iye kuKlarna ize isuke kuKlarna iye kwiindwendwe.