Siyaxolisa, ezinye iindawo zewebhusayithi ye-Airbnb azisebenzi kakuhle xa ungayivumelanga i-JavaScript.
Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Inkcazelo eqhelekileyo Imithetho • Umbuki zindwendwe
Xa usenza isigqibo sokuba ube Ngumbuki Zindwendwe kwa-Airbnb, kubalulekile ukuba uyiqonde kakuhle indlela imithetho esebenza ngayo kwisixeko sakho.
Imithetho • Umbuki zindwendwe
Asinikezeli ngamacebiso ezomthetho, kodwa sinazo izinto eziluncedo onokucinga ngazo ezinokukunceda uyiqonde ngakumbi imithetho ephantsi kwayo ingingqi yakho.
Imithetho • Umbuki zindwendwe
Sifuna ukukunceda ukuze ukubuka kwakho iindwendwe kube nesiqalo esihle, kwaye loo nto iquka ukuhlola imithetho nemimiselo yasekuhlaleni xa ufaka indawo yakho.
Ipolisi yentsapho • Umbuki zindwendwe
Kuyaxhomekeka. Ungenza indlu ifumaneke kuphela kwiindwendwe zesini esifana nesakho xa uza kusebenzisa iindawo ezifanayo nazo.
Imithetho • Umbuki zindwendwe
Imithetho yezindlu mininzi ibe isebenza kwiimeko ezininzi ezahlukileyo. Ungafunda iPolisi ka-Airbnb Yokungacaluli uze uthethe negqwetha ukuze likucebise.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Xa ubuka iindwendwe kuAirbnb njengeshishini, usenokucelwa ukuba unikezele ngeenkcukacha zokubhalisa zeshishini lakho.
Imithetho • Umbuki zindwendwe
Inkcazelo yendlu ethile Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Inkqubo yakwa-Airbnb Yombuki Zindwendwe Ohlala Neendwendwe inika abanikazi bezakhiwo ideshibhodi evezayo xa abahlali abathatha inxaxheba kule nkqubo bebuka iindwendwe, nokunye.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Chazela umnikazi wesakhiwo sakho ngendlela uAirbnb ayintsapho ethembanayo ngayo, nenezinto eziluncedo zokuthembana nokhuseleko. Sinamacebiso okuninceda nobabini nivane.
Imimiselo esemthethweni • Umbuki zindwendwe
UAirbnb wamkela iintlobo ngeentlobo zezindlu kwiwebhusayithi yakhe ukuba nje ziyazifikelela izinto ezifunekayo.
UAirbnb.org ngumbutho ongenzi nzuzo ozimeleyo noxhaswa luluntu lonke osebenzisana neminye imibutho engenzi nzuzo ukuze kunikwe abantu iindawo zokuhlala zexesha longxamiseko xa besengxakini.
Inkcazelo yommandla othile Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Fumana inkcazelo engakumbi ngenkqubo yokubhalisa yababuki zindwendwe baseTshayina eXi'an abasebenzisa iwebhusayithi ka-Airbnb.
Imithetho • Umbuki zindwendwe
Hosts in mainland China must comply with local regulations and register or upload relevant documents and information to ensure the normal operations of their listings.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Inkqubo yokuqinisekisa ifuna inkcazelo ebalulekileyo, kuquka igama lakho, idilesi oyisebenzisayo ngoku nekopi yekhadi lakho lePAN okanye ipaspoti.
Imimiselo esemthethweni • Umbuki zindwendwe
Bonke ababuki zindwendwe bakwa-Airbnb kufuneka babhalise izindlu zabo baze babe nenombolo yelayisensi ebonakalayo kumaphepha ezindlu zabo.
Imithetho • Umbuki zindwendwe
Ukuze athobele umthetho wokukhuselwa kwabathengi yaseKorea, uAirbnb kufuneka aqokelele aze aveze inkcazelo ethile enento yokwenza namashishini okubuka iindwendwe kwiRiphabliki yaseKorea (“Korea”).
Umbhalo Osemazantsi Kwiwebhusayithi Icandelo lombhalo osemazantsi Khetha ulwimi isiXhosa (ZA) Khetha uhlobo lwemali R ZAR Khetha ulwimi isiXhosa (ZA) Khetha uhlobo lwemali R ZAR Khetha ulwimi isiXhosa (ZA) Khetha uhlobo lwemali R ZAR