Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Ukulungiselela ukubuka iindwendwe kwindawo yokuhlala
Ukuqalisa
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Ukususela ekugcineni ikhalenda yakho isexesheni ukuya ekunikeni iindwendwe isepha nezimuncumuncu, nanga amacebiso ambalwa okukunceda wenze indawo yakho ilungele ukuba kuhlalwe kuyo.
Imithetho • Umbuki zindwendwe
Sifake amanqaku neevidiyo ezikhethwe kakuhle ezinamacebiso okubuka iindwendwe, iindaba nezinto ofanele uzenze Kwiziko Lezemali lika-Airbnb.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Usaqalisa? Fumana uncedo kwiSuperhost enamva wenze indlu, nto leyo enokukunceda ubhukishwe okokuqala.
Ukuze uAirbnb aqhube kakuhle nokuze kubhatalwe iindleko zeemveliso neenkonzo esinikela ngazo, sibiza imali ebhatalelwa ukusebenzisa uAirbnb xa ukubhukisha kuqinisekisiwe.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Ukuba ufuna iindwendwe zisayine isivumelwano, kufuneka uzichazele imimiselo yeso sivumelwano ngaphambi kokuba zibhukishe.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Xa iindwendwe zibhukisha indawo yakho, zifuna ukwazi ukuba ziza kufumana ntoni. Khetha uhlobo lwendlu oluyicacisa kakuhle indawo yakho.
Intsapho yethu yakhelwe kwimigaqo yokungakhethi, yokuba ngowalapha nokuba nembeko, nto leyo equka ukwamkela nokuxhasa abantu abaneziphene. Ngokuqhelekileyo, iindwendwe ezifuna indawo yokuhlala neenkonzo ezifanelekileyo azifanele zicalulwe okanye zivinjwe inkonzo ngoxa zisebenzisa uAirbnb.
Kwezinye iingingqi eziphantsi komthetho, imithetho isenokuzandisa okanye izinciphise izinto ezifanelekileyo Umbuki Zindwendwe amele abe nazo. Ababuki Zindwendwe neendwendwe kufuneka bayithobele le mithetho.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Xa ubuka iindwendwe okanye uncedisa ekubukeni iindwendwe kuAirbnb, usenokucelwa ukuba unikezele ngenkcazelo efana negama lakho, usuku lokuzalwa okanye isazisi esisemthethweni ukuze siqinisekiswe.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Xa ubuka iindwendwe okanye uncedisa ekubukeni iindwendwe kuAirbnb, usenokucelwa ukuba unikezele ngenkcazelo efana negama lakho, usuku lokuzalwa okanye isazisi esisemthethweni ukuze siqinisekiswe. Sisenokukucela ukuba usinike iinkcukacha ngeshishini lakho neenkcukacha ngabantu abathile.
Ipolisi yentsapho • Umbuki zindwendwe
UAirbnb unika Ababuki Zindwendwe abatsha kwiindawo ezithile isiqinisekiso sengeniso xa bebuka iindwendwe kayi-10 nangaphezulu kwindawo zabo zika-Airbnb kwiintsuku eziyi-90 zokuqala.
Ungabhatalela ukubhukisha usebenzisa indlela yokubhatala yomnye umntu okanye unikezele ngenkcazelo ukuze kubhatalwe omnye umntu, kodwa sisenokudinga inkcazelo eyongezelelekileyo ukuze siyibhatale.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Usemtsha ekubukeni iindwendwe ibe udinga uncedo ngezinto ezenziwa imihla ngemihla? Khawujonge Abancedayo Abanconywa Ngababuki Zindwendwe. Luludwe lwabantu abancedayo ekubukeni iindwendwe abanconywa ngababuki zindwendwe abenza izinto ezifana nokucoca, ukulungisa izinto, ukupeyinta nokungakumbi.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Indlela entsha yokukhangela iiflethi okanye izindlu ezikwicomplex ezivumela abahlali benze indawo yabo ibe nguAirbnb ixesha elithile.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Faka izinto ezifunwa lundwendwe olunamava kwindlu.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Xa ubuka iindwendwe kuAirbnb njengeshishini, usenokucelwa ukuba unikezele ngeenkcukacha zokubhalisa zeshishini lakho.
Izinto onokuzisebenzisa
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Izinto eziyimfuneko zezo zilindelwe zindwendwe ukuze zihlale kamnandi, ziquka iphepha langasese, isepha, iitawuli, imiqamelo nezinto zebhedi.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Kukho amathuba angakumbi okuba iindwendwe zicinge ngendawo yokuhlala xa iinkcukacha zendlu zichanile ibe ikumgangatho owamkelekileyo wokwenziwa kakuhle.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Ukuba ufaka i-intanethi okanye i-wifi njengento enokusetyenziswa, indlu yakho iza kuvela xa abantu bekhangela okanye befaka isihluzi seendawo ezine-intanethi.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Eyona nto ibalulekileyo abanokuyenza ababuki zindwendwe kukunikezela ngenkcazelo ecacileyo nechanileyo ngendawo yakho, kuquka ukufaka naziphi na izinto ezinceda indawo ilungele wonke umntu, nokuqinisekisa ukuba uyanxibelelana neendwendwe zakho.
Ukwamkela iindwendwe eziza kuhlala iintsuku ezingangenyanga
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Ukukhuthaza iindwendwe ukuba zibhukishe iindawo zokuhlala ixesha elide kunokukunceda kuhlalwe ngakumbi uze ube namaxesha ambalwa okulungiselela ibe unokukwazi ukuyiqikelela ngakumbi ingeniso oza kuyenza.
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
Kwezinye iingingqi eziphantsi komthetho, iindwendwe zinokuba namalungelo omntu oqeshileyo emva kwenyanga, ngoko siyabakhuthaza Ababuki Zindwendwe ukuba bayazi imithetho yeengingqi zabo.
Iihotele namashishini okubuka iindwendwe
Izindlu kufuneka zibe nendawo nendlela ezenziwe ngayo ekhethekileyo neyodwa (ngokomzekelo, iihotele ezikhethekileyo kungekhona ezifumaneka kwiindawo ezininzi).
Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe
KuAirbnb siyazamkela izindlu zamashishini okubuka iindwendwe, kuquka iihotele ezizifikelelayo izinto esizifunayo.