Siyaxolisa, ezinye iindawo zewebhusayithi ye-Airbnb azisebenzi kakuhle xa ungayivumelanga i-JavaScript.
Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Ukulungiselela Into Enokonwatyelwa yakwa-Airbnb
IAirbnb Adventure nganye inikwa umlinganiselo wobunzima omnye kwemine, okhethwe nguMbuki Zindwendwe, ukuze iindwendwe zikwazi ukuqonda oko zimele zikulindele.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Amanzi, ukunxiba kakuhle necebo lemeko yongxamiseko—cinga ngazo zonke iindlela zokuyilungiselela kakuhle into yakho enokonwatyelwa.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ngalo lonke ixesha chazela ababuki zindwendwe bakho ngokutya okukugulisayo kwangaphambili ukuze nikwazi ukuncokola ngokuba ukutya kwabo kungakwazi na ukutshintshwa okanye yenziwa njani loo nto ukuze kungabi nayo le nto igulisayo.
Ungasebenzisa iithempleythi zethu zezinto onokuzenza zokhuseleko ezifunyenwe kwiAmerican Red Cross neInternational Federation of the Red Cross Red Crescent.
I-International SOS inceda ababuki zindwendwe neendwendwe xa kufuneka kufudukwe ngenxa yezonyango ibe inikezela ngamacebiso eengcali ngezempilo emhlabeni wonke.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ababuki zindwendwe abenza izinto ezinokonwatyelwa kwiindawo ezikude kusenokufuneka babe nezakhono okanye iziqinisekiso ezikhethekileyo, balwazi uncedo lokuqala olusetyenziswayo ngoku okanye babe neenkonzo zonyango ezifunekayo kuloo nto yenziwayo.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Landela imiyalelo yombuki zindwendwe wakho uze ungaziphazamisi izilwanyana okanye indawo ezihlala kuyo.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ababuki zindwendwe bethu abanamava nabazikhathalele ngeyona ndlela izilwanyana benza izinto ezinokonywatyelwa kunye nazo ngendlela ekhuselekileyo, bebeka phambili ukukhuseleka kwazo.
Ababuki zindwendwe bethu abanamava nabazikhathalele ngeyona ndlela izilwanyana benza izinto ezinokonywatyelwa kunye nazo ngendlela ekhuselekileyo, bebeka phambili ukukhuseleka kwazo.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Qhakamshelana nombuki zindwendwe wakho ukuze nivumelane ngeenkcukacha ngaphambi kokuba uye eCuba. Ababuki zindwendwe bethu baseCuba abaninzi bakhetha ukufowunelwa kunokubhalelwa i-imeyile.
Izinto ezinokonwatyelwa zaphandle zikunika ithuba lokwenza izinto ezingaqhelekanga ezisenokufuna ukuba uzilungiselele ngaphezu kokuba uqhele ukwenza suku ngalunye. Siyakuvuyela ukukunika amacebiso avela kwiingcali esisebenzisana nazo.
UAirbnb usebenzisane neWorld Animal Protection ukuze anikezele ngezikhokelo namanqaku enzelwe ukukhuthaza ukukhuselwa kwezilwanyana zasendle.
Umbhalo Osemazantsi Kwiwebhusayithi Icandelo lombhalo osemazantsi Khetha ulwimi isiXhosa (ZA) Khetha uhlobo lwemali R ZAR Khetha ulwimi isiXhosa (ZA) Khetha uhlobo lwemali R ZAR Khetha ulwimi isiXhosa (ZA) Khetha uhlobo lwemali R ZAR