Imibhobho yokuhamba kwegazi
Umbhobho wegazi yityhubhu engumthambo ethwala igazi xa lihamba lijikeleza umzimba. Imithambo yegazi ethatha igazi entliziyweni ingoonothumela. Ize imithambo yegazi ebuyisela igazi entliziyweni ibengoonobuyisa. Imithambo ezii-Capillaries yona iphakathi koonobuyisa noonothumela kwaye ezi-capillaries zondla igazi nge-tissue.
Intliziyo xa idibene nayo yonke imithambo esemzimbeni ibizwa ngokuba yi-circulatory system. igazi lihamba ngokumpompa kwentliziyo lize lithwale ioksijini liyise kwii- tissues.
Isenzo sokuya ivuleka imithambo yegazi sibizwa ngokuba yi-vasodilation, oku kwenzeka kunceda ukuba umzimba ukwazi ukugxotha amandla obushushu (igama elingu-vas- ngesiLatini lithetha ukuthi "isitya sokukhongozela" okanye "isikhongozeli"[1]). Ukwakheka kwemithambo yegazi kubizwa ngokuba yi-vasoconstriction, inqanda ukuba umzimba ungaphulukani nobushushu.
Amaphepha anenxaxheba kweli nqaku
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- ↑ Harper, Douglas (2001-2016) "Online Etymology Dictionary" Online Etymology Dictionary retrieved 03/08/2016